INdumiso 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba ndiyivile ingxelo embi yabaninzi,+Ukothuka kukho macala onke.+Xa bebuthelana ndawonye njengamntu mnye nxamnye nam,+Bayaceba ukuze bawuthabathe umphefumlo.+ Yeremiya 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Musa ukuphuma uye entsimini, ungahambi nasendleleni; kuba kukho ikrele lotshaba, kukho ukothuka macala onke.+ Yeremiya 46:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Kutheni na ukuze ndibabone bengenwe lunkwantyo? Bayabuya, namadoda abo anamandla ayatyunyuzwa; yaye ngokuqinisekileyo basabile, abajikanga.+ Kukho ukothuka macala onke,’+ utsho uYehova. Yeremiya 49:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Iintente zabo+ nemihlambi yabo+ baya kuyithabatha, amalaphu eentente+ zabo nayo yonke impahla yabo. Neenkamela zabo+ ziya kuthatyathwa kubo. Kwaye ngokuqinisekileyo baya kudanduluka kubo bathi, ‘Kukho ukothuka macala onke!’”+ IZililo 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Njengakwimini yomthendeleko+ umemeze iindawo endiphambukele kuzo macala onke.Nangemini yengqumbo kaYehova akubangakho ubalekileyo okanye usindileyo;+Abo ndabazala beyileke ngokupheleleyo ndaza ndabakhulisa, utshaba lwam lubatshabalalisile.+
13 Kuba ndiyivile ingxelo embi yabaninzi,+Ukothuka kukho macala onke.+Xa bebuthelana ndawonye njengamntu mnye nxamnye nam,+Bayaceba ukuze bawuthabathe umphefumlo.+
25 Musa ukuphuma uye entsimini, ungahambi nasendleleni; kuba kukho ikrele lotshaba, kukho ukothuka macala onke.+
5 “‘Kutheni na ukuze ndibabone bengenwe lunkwantyo? Bayabuya, namadoda abo anamandla ayatyunyuzwa; yaye ngokuqinisekileyo basabile, abajikanga.+ Kukho ukothuka macala onke,’+ utsho uYehova.
29 Iintente zabo+ nemihlambi yabo+ baya kuyithabatha, amalaphu eentente+ zabo nayo yonke impahla yabo. Neenkamela zabo+ ziya kuthatyathwa kubo. Kwaye ngokuqinisekileyo baya kudanduluka kubo bathi, ‘Kukho ukothuka macala onke!’”+
22 Njengakwimini yomthendeleko+ umemeze iindawo endiphambukele kuzo macala onke.Nangemini yengqumbo kaYehova akubangakho ubalekileyo okanye usindileyo;+Abo ndabazala beyileke ngokupheleleyo ndaza ndabakhulisa, utshaba lwam lubatshabalalisile.+