INdumiso 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Mabuphele ububi babangendawo,+Uze ummisele lowo ulilungisa;+Yaye uThixo njengolilungisa+ uvavanya intliziyo+ nezintso.+ Yeremiya 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+
9 Mabuphele ububi babangendawo,+Uze ummisele lowo ulilungisa;+Yaye uThixo njengolilungisa+ uvavanya intliziyo+ nezintso.+
20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+