INdumiso 35:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa owam umphefumlo mawuvuye kuYehova;+Mawugcobe ngosindiso lwakhe.+ INdumiso 109:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba uya kuma ngasesandleni sokunene solihlwempu,+Ukuze amsindise kwabo bagweba umphefumlo wakhe.