Yeremiya 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Ndiza kuyaphula idyokhwe yokumkani waseBhabhiloni.+ Yeremiya 28:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uHananiya+ wahlabela mgama wathi phambi kwamehlo abantu bonke: “Utsho uYehova ukuthi,+ ‘Ndiya kwenjenje ukuyaphula idyokhwe kaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni kwisithuba seminyaka emibini epheleleyo entanyeni yeentlanga zonke.’”+ Yaye uYeremiya umprofeti wahamba indlela yakhe.+
2 “Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Ndiza kuyaphula idyokhwe yokumkani waseBhabhiloni.+
11 Waza uHananiya+ wahlabela mgama wathi phambi kwamehlo abantu bonke: “Utsho uYehova ukuthi,+ ‘Ndiya kwenjenje ukuyaphula idyokhwe kaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni kwisithuba seminyaka emibini epheleleyo entanyeni yeentlanga zonke.’”+ Yaye uYeremiya umprofeti wahamba indlela yakhe.+