Ezra 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zandula ke zaphakama iintloko+ zezindlu zooyise bakwaYuda nabakwaBhenjamin nababingeleli nabaLevi, naye wonk’ ubani awawuvusayo umoya+ wakhe uTHIXO oyinyaniso, benyuka ukuze babuye bayakhe indlu kaYehova,+ eyayiseYerusalem. Yeremiya 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+ Hezekile 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ngoko ke yithi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enichithachitheke phakathi kwawo, yaye ndiza kuninika umhlaba wakwaSirayeli.+ Hoseya 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokuqinisekileyo oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli baya kuqokelelana ndawonye ngomanyano+ yaye baya kuzimisela intloko enye baze banyuke baphume kwelo lizwe,+ ngenxa yokuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.+
5 Zandula ke zaphakama iintloko+ zezindlu zooyise bakwaYuda nabakwaBhenjamin nababingeleli nabaLevi, naye wonk’ ubani awawuvusayo umoya+ wakhe uTHIXO oyinyaniso, benyuka ukuze babuye bayakhe indlu kaYehova,+ eyayiseYerusalem.
3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+
17 “Ngoko ke yithi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enichithachitheke phakathi kwawo, yaye ndiza kuninika umhlaba wakwaSirayeli.+
11 Ngokuqinisekileyo oonyana bakaYuda noonyana bakaSirayeli baya kuqokelelana ndawonye ngomanyano+ yaye baya kuzimisela intloko enye baze banyuke baphume kwelo lizwe,+ ngenxa yokuba iya kuba nkulu imini yaseYizereli.+