IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 38:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ngaba uyayazi imimiselo yamazulu,+

      Okanye ngaba igunya lalo ungalibeka emhlabeni?

  • INdumiso 74:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yeyakho imini; nobusuku bobakho.+

      Nguwe owalungiselela isikhanyiso, kwanelanga.+

  • INdumiso 104:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Inyanga uyenzele amaxesha amisiweyo;+

      Ilanga liyazazi apho litshona khona.+

  • Yeremiya 31:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Utsho uYehova, uMniki welanga lokukhanya kwemini,+ imimiselo+ yenyanga+ neenkwenkwezi zokukhanya kobusuku,+ Lowo uzamazamisa ulwandle ukuze amaza alo axokozele,+ Lowo ugama lakhe linguYehova wemikhosi,+ ukuthi:

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share