-
Yeremiya 21:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 “‘“Emva koko,” utsho uYehova, “ndiya kumnikela uZedekiya ukumkani wakwaYuda nabakhonzi nabantu nabo baseleyo kwesi sixeko kwindyikitya yokufa, ekreleni nasendlaleni, esandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, nasesandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo, yaye ngokuqinisekileyo uya kubaxabela ngohlangothi lwekrele.+ Akayi kuba nosizi ngabo, engayi kubonisa mfesane okanye abe nayo nayiphi na inceba.”’+
-
-
Yeremiya 25:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 yabona, ndiya kuthumela kuzo zonke iintsapho zasemntla,”+ utsho uYehova, “ndithumele nakuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, umkhonzi wam,+ ndibazise nxamye neli lizwe+ nabemi balo nazo zonke ezi ntlanga zijikelezileyo;+ ndiza kubatshabalalisa ndize ndibenze into yokukhwankqiswa nento yokubethelwa umlozi+ neendawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.+
-