IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye uMitserayim+ wazala amaLudi+ nama-Anamim namaLehabhim namaNafetuhim+

  • 1 Kronike 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UMitserayim, wazala amaLudi+ nama-Anamim namaLehabhim namaNefetuhim+

  • Isaya 66:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Kwaye ndiza kumisa umqondiso phakathi kwazo,+ ndithumele abathile kwabo babalekileyo ezintlangeni,+ eTarshishe,+ ePuli, naseLudi,+ abo barhola isaphetha, kwaTubhali nakwaYavan,+ iziqithi ezikude,+ ezingevanga ngxelo ngam okanye zibone ubuqaqawuli bam;+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kubuxela ubuqaqawuli bam phakathi kweentlanga.+

  • Hezekile 30:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ITiyopiya+ nePuti+ neLudi neqela elingumxube+ neKubhi noonyana belizwe lomnqophiso—baya kuwa likrele kunye nabo.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share