IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 37:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Bandula ke bahlala phantsi ukuze badle isonka.+ Xa baphakamisa amehlo abo, bakhangela, babona umkhoko wamaIshmayeli+ owawuvela eGiliyadi, yaye iinkamela zawo zazithwele intlaka emhlophe nebhalsam nentlaka emnandi,+ usendleleni eya kuzothula eYiputa.

  • Yeremiya 8:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Akukho bhalsam na eGiliyadi?+ Okanye akukho mphilisi na apho?+ Kutheni, ke, ingachachanga+ intombi yabantu bam?+

  • Yeremiya 51:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngequbuliso iBhabhiloni iwile, kangangokuba yaphukile.+ Bhombolozani ngenxa yayo.+ Thabathelani intlungu yayo+ ibhalsam. Mhlawumbi isenokuphiliswa.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share