IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 19:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+

  • Isaya 14:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 ukuze ndimaphule umAsiriya elizweni lam,+ ndimnyathelele phantsi ezintabeni zam;+ imke idyokhwe yakhe kubo, nomthwalo wakhe umke egxalabeni labo.”+

  • Zefaniya 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Uya kolulela isandla sakhe ngasemntla, ayitshabalalise iAsiriya.+ NeNineve uya kuyenza inkangala ephanzileyo,+ ummandla ongumqwebedu njengentlango.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share