INdumiso 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uqhubeka elalele endaweni efihlakeleyo njengengonyama esekusithekeni.+Uqhubeka elalele+ ukuze amthi hlasi oxhwalekileyo.Umthi hlasi oxhwalekileyo ekuwutsaleni kwakhe uvaleke+ umnatha wakhe. IMizekeliso 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba wanekelwa ilize umnatha phambi kwamehlo ayo nantoni na enamaphiko.+ Habhakuki 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bonke aba ubanyuse ngegwegwe lokuloba iintlanzi;+ ubarhuqa emke nabo ngomnatha wakhe orhuqwayo, abahlanganise ngomnatha wakhe wokuloba.+ Kungenxa yoko enemihlali yaye evuya.+
9 Uqhubeka elalele endaweni efihlakeleyo njengengonyama esekusithekeni.+Uqhubeka elalele+ ukuze amthi hlasi oxhwalekileyo.Umthi hlasi oxhwalekileyo ekuwutsaleni kwakhe uvaleke+ umnatha wakhe.
15 Bonke aba ubanyuse ngegwegwe lokuloba iintlanzi;+ ubarhuqa emke nabo ngomnatha wakhe orhuqwayo, abahlanganise ngomnatha wakhe wokuloba.+ Kungenxa yoko enemihlali yaye evuya.+