IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+

  • Isaya 66:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Oxhela inkunzi yenkomo unjengalowo uxabela umntu.+ Obingelela ngemvu unjengalowo waphula intamo yenja.+ Lowo unikela isipho—igazi lehagu!+ Lowo wenza isikhumbuzo ngentlaka yokuqhumisa+ unjengalowo ubulela ngamazwi angaqhelekanga.+ Banjengabo banyule iindlela zabo, yaye umphefumlo wabo uyoliswa zizinto zabo ezilizothe.+

  • Amosi 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndiyithiyile, ndiyigatyile imithendeleko yenu,+ kwaye andiyi kulinandipha ivumba leendibano zenu ezingcwele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share