Isaya 59:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ayikho inyaniso,+ yaye nabani na osukayo ebubini uyaphangwa.+ UYehova wabona, yaye kwakukubi emehlweni akhe ukungabikho kokusesikweni.+ Habhakuki 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Usulungeke kakhulu emehlweni ukuba ungabona okubi; yaye akukwazi ukukhangela inkathazo.+ Kutheni na ukhangela abo benza ngobuqhophololo,+ uqhubeka uthe cwaka xa ongendawo eginya olilungisa ngaphezu kwakhe?+
15 Ayikho inyaniso,+ yaye nabani na osukayo ebubini uyaphangwa.+ UYehova wabona, yaye kwakukubi emehlweni akhe ukungabikho kokusesikweni.+
13 Usulungeke kakhulu emehlweni ukuba ungabona okubi; yaye akukwazi ukukhangela inkathazo.+ Kutheni na ukhangela abo benza ngobuqhophololo,+ uqhubeka uthe cwaka xa ongendawo eginya olilungisa ngaphezu kwakhe?+