INdumiso 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova uya kuwisa isigwebo kwizizwana.+Ndigwebe, Yehova, ngokobulungisa bam+Nangokwengqibelelo+ ekum. INdumiso 35:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Owu Yehova, lichophele ityala lam kwabo bamelene nam;+Yilwa nabo benza imfazwe nam.+ INdumiso 69:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Sondela emphefumlweni wam, uwuhlangule;+Ngenxa yeentshaba zam ndikhulule.+ Yeremiya 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+ Yeremiya 51:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngoko ke utsho uYehova ukuthi: “Yabona, ndiyalichophela ityala lakho,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuphindezelela.+ Ndiza kulomisa ulwandle lwayo, ndiwomise namaqula ayo.+
8 UYehova uya kuwisa isigwebo kwizizwana.+Ndigwebe, Yehova, ngokobulungisa bam+Nangokwengqibelelo+ ekum.
20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+
36 Ngoko ke utsho uYehova ukuthi: “Yabona, ndiyalichophela ityala lakho,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukuphindezelela.+ Ndiza kulomisa ulwandle lwayo, ndiwomise namaqula ayo.+