2 Kumkani 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye umkhosi wamajoni wamaKhaledi+ wamsukela ukumkani, waza wamfumana+ kumathafa ayinkqantosi aseYeriko;+ kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithwachithwa. Amosi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nendawo yokusabela imele itshabalale konamendu,+ nowomeleleyo akayi kuwaqinisa amandla akhe, kungekho ndoda inamandla iya kuwusindisa umphefumlo wayo.+
5 Yaye umkhosi wamajoni wamaKhaledi+ wamsukela ukumkani, waza wamfumana+ kumathafa ayinkqantosi aseYeriko;+ kwaye wonke umkhosi wakhe wamajoni wachithwachithwa.
14 Nendawo yokusabela imele itshabalale konamendu,+ nowomeleleyo akayi kuwaqinisa amandla akhe, kungekho ndoda inamandla iya kuwusindisa umphefumlo wayo.+