IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 47:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndabacaphukela abantu bam.+ Ndalihlambela ilifa lam,+ ndabanikela esandleni sakho.+ Akuzange ubenzele nceba.+ Wayenza yanzima idyokhwe yakho phezu kwendoda endala.+

  • Yeremiya 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye ndizele ngumsindo kaYehova. Ndidiniwe kukuwubamba.”+

      “Wuphalazele phezu komntwana osesitratweni+ naphezu kweqela labafana abangamakholwane ngaxeshanye; kuba nabo baya kubanjwa, indoda kunye nomfazi wayo, indoda endala kunye nalowo uzeleyo yimihla.+

  • IZililo 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ubuso bukaYehova bubahlulile.+ Akayi kubajonga kwakhona.+

      Ngokuqinisekileyo abantu abayi kunikela ngqalelo nangababingeleli.+ Ngokuqinisekileyo abayi kuwababala namadoda amadala.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share