2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. INdumiso 74:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingcwele yakho bayifake emlilweni.+Umnquba wegama lakho bawuhlambele emhlabeni.+ INdumiso 79:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 79 Owu Thixo, iintlanga zingene kwilifa lakho;+Ziyenze inqambi itempile yakho engcwele;+IYerusalem ziyenze imfumba yamanxuwa.+ Isaya 63:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Okwethutyana abantu+ abangcwele bebenelifa. Iintshaba zethu ziyinyathele ingcwele yakho.+ Isaya 64:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Indlu yethu yobungcwele nobuhle,+ ababekudumisela kuyo ookhokho bethu,+ iye yaba yinto yokutshiswa ngomlilo;+ yaye zonke izinto zethu ezinqwenelekayo+ zibe yimpanziso. Yeremiya 52:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nayo yonke indlu enkulu wayitshisa ngomlilo.+ Hezekile 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Ndiya kubususa ubuso bam kubo,+ yaye okunene baya kuyihlambela indawo yam efihlakeleyo, nabaphangi ngokwenene baya kufika kuyo baze bayihlambele.+
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
79 Owu Thixo, iintlanga zingene kwilifa lakho;+Ziyenze inqambi itempile yakho engcwele;+IYerusalem ziyenze imfumba yamanxuwa.+
11 Indlu yethu yobungcwele nobuhle,+ ababekudumisela kuyo ookhokho bethu,+ iye yaba yinto yokutshiswa ngomlilo;+ yaye zonke izinto zethu ezinqwenelekayo+ zibe yimpanziso.
13 Wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nayo yonke indlu enkulu wayitshisa ngomlilo.+
22 “‘Ndiya kubususa ubuso bam kubo,+ yaye okunene baya kuyihlambela indawo yam efihlakeleyo, nabaphangi ngokwenene baya kufika kuyo baze bayihlambele.+