Yeremiya 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuba okunene ndiyaphuma ndiye endle, khangela, ke, nabo ababuleweyo likrele!+ Ukuba okunene ndingena esixekweni, khangela, izifo ezibangelwa yindlala!+ Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bajikeleze ilizwe abangalaziyo.’”+ Yeremiya 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko ke banikele endlaleni oonyana babo,+ yaye badlulisele emandleni ekrele;+ ngamana abafazi babo bangaba ngabafazi abahluthwe abantwana, nabahlolokazi.+ Ngamana amadoda abo angabulawa sisibetho esibulalayo, abafana babo baxatyelwe ngekrele edabini.+ Hezekile 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaphandle likrele,+ ngaphakathi yindyikitya yokufa nendlala.+ Nabani na osendle, uya kufa ngekrele, yaye nabaphi na abasesixekweni, baya kuqwengwa yindlala nendyikitya yokufa.+
18 Ukuba okunene ndiyaphuma ndiye endle, khangela, ke, nabo ababuleweyo likrele!+ Ukuba okunene ndingena esixekweni, khangela, izifo ezibangelwa yindlala!+ Kuba kokubini umprofeti nombingeleli bajikeleze ilizwe abangalaziyo.’”+
21 Ngoko ke banikele endlaleni oonyana babo,+ yaye badlulisele emandleni ekrele;+ ngamana abafazi babo bangaba ngabafazi abahluthwe abantwana, nabahlolokazi.+ Ngamana amadoda abo angabulawa sisibetho esibulalayo, abafana babo baxatyelwe ngekrele edabini.+
15 Ngaphandle likrele,+ ngaphakathi yindyikitya yokufa nendlala.+ Nabani na osendle, uya kufa ngekrele, yaye nabaphi na abasesixekweni, baya kuqwengwa yindlala nendyikitya yokufa.+