Hezekile 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi ke, ngoxa ayexabela yaye mna ndisele apho, ndawa ngobuso+ ndaza ndadanduluka ndathi: “Awu,+ Nkosi enguMongami Yehova! Ngaba ubonakalisa bonke na abaseleyo bakwaSirayeli ngoxa uphalaza umsindo wakho phezu kweYerusalem?”+ Mika 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.
8 Kwathi ke, ngoxa ayexabela yaye mna ndisele apho, ndawa ngobuso+ ndaza ndadanduluka ndathi: “Awu,+ Nkosi enguMongami Yehova! Ngaba ubonakalisa bonke na abaseleyo bakwaSirayeli ngoxa uphalaza umsindo wakho phezu kweYerusalem?”+
8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.