Levitikus 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ubuze bukayihlo+ nobuze bukanyoko uze ungabutyhili. Ngunyoko lowo. Uze ungabutyhili ubuze bakhe. Levitikus 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Indoda esukuba ilala nomkayise ibutyhilile ubuze bukayise.+ Mababulawe bafe bobabini. Igazi labo liphezu kwabo. Duteronomi 27:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Uqalekisiwe olala nomfazi kayise, ngokuba utyhila umbhinqo kayise.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) 1 Korinte 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Okunene kukho ingxelo engohenyuzo+ oluphakathi kwenu, henyuzo olo olungekho naphakathi kweentlanga, olokuba umntu abe nomfazi kayise.+
11 Indoda esukuba ilala nomkayise ibutyhilile ubuze bukayise.+ Mababulawe bafe bobabini. Igazi labo liphezu kwabo.
20 “‘Uqalekisiwe olala nomfazi kayise, ngokuba utyhila umbhinqo kayise.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’)
5 Okunene kukho ingxelo engohenyuzo+ oluphakathi kwenu, henyuzo olo olungekho naphakathi kweentlanga, olokuba umntu abe nomfazi kayise.+