2 Kumkani 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kolulela eYerusalem ulutya lokulinganisa+ olwalusetyenziswe eSamariya+ nesixhobo sokulinganisa esasisetyenziswe endlwini ka-Ahabhi;+ ndiya kuyisula+ icoceke iYerusalem kanye njengoko ubani esisula sicoceke isitya esingenamqheba, esisula sicoceke aze asiqubude.+ INdumiso 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uya kunisela phezu kwabangendawo izabatha, umlilo nesalfure+Nomoya onolophu, njengesahlulo sendebe yabo.+ Yeremiya 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiza kunisusa phambi kobuso bam,+ kanye njengoko ndabasusayo bonke abantakwenu, inzala kaEfrayim iphela.’+ Yeremiya 25:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba utshilo kum uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Thabatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze ngayo zonke iintlanga endikuthumela kuzo.+ Daniyeli 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.
13 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kolulela eYerusalem ulutya lokulinganisa+ olwalusetyenziswe eSamariya+ nesixhobo sokulinganisa esasisetyenziswe endlwini ka-Ahabhi;+ ndiya kuyisula+ icoceke iYerusalem kanye njengoko ubani esisula sicoceke isitya esingenamqheba, esisula sicoceke aze asiqubude.+
6 Uya kunisela phezu kwabangendawo izabatha, umlilo nesalfure+Nomoya onolophu, njengesahlulo sendebe yabo.+
15 Yaye ndiza kunisusa phambi kobuso bam,+ kanye njengoko ndabasusayo bonke abantakwenu, inzala kaEfrayim iphela.’+
15 Kuba utshilo kum uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Thabatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze ngayo zonke iintlanga endikuthumela kuzo.+
12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.