IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 19:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla.

  • Yeremiya 49:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Ngabo oonyana baka-Amoni+ utsho uYehova ukuthi: “USirayeli akanabo na oonyana, okanye akanayo na indlalifa? Kutheni na ukuze uMalekam+ amdle ilifa uGadi,+ nabantu bakhe bahlale kwizixeko zakwaSirayeli?”+

  • Amosi 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu koonyana baka-Amoni,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku,+ ngenxa yokuqhaqha kwabo abafazi abamithiyo baseGiliyadi, ngenjongo yokwandisa ummandla wabo.+

  • Zefaniya 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko ke, ndiphila nje,”+ utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, “uMowabhi uya kuba kanye njengeSodom,+ noonyana baka-Amoni+ njengeGomora, indawo yamarhawu, nomhadi wetyuwa, nenkangala ephanzileyo, ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Abaseleyo ebantwini bam baya kubaphanga, nentsalela yohlanga lwam iya kubathabatha babe ngabayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share