IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 17:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Izixeko zaseArohere+ ezishiywe ngasemva ziba ziindawo zemihlambi, apho okunene ibutha khona, kungabikho bani uyingcangcazelisayo.+

  • Isaya 32:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba inqaba yokuhlala ilahliwe,+ isiphithiphithi sesixeko sishiyiwe; iOfeli+ nemboniselo ziya kuba yimihlaba engenanto, kangangexesha elingenammiselo ukugcoba kwamaqwarhashe, idlelo lemihlambi;

  • Zefaniya 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Naphakathi kwayo, ngokuqinisekileyo kuya kubutha imihlambi, zonke izilwanyana zasendle zohlanga.+ Kokubini ingcwangube nencanda+ ziya kuchitha ubusuku kanye phakathi kweentsika zayo ezineengqukuva zokuhombisa.+ Ilizwi liya kuvuma efestileni. Kuya kubakho ukuphanziswa embundwini; kuba ngokuqinisekileyo uya kuwuhluba umbhinqo wamaplanga emazantsi egumbini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share