Isaya 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yivani,+ mazulu, uze ubeke indlebe, mhlaba, kuba uYehova uthethile: “Ndikhulise oonyana ndaza ndabaphakamisa,+ kodwa bona bandivukele.+ Hezekile 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Wena ke, nyana womntu, musa ukuboyika;+ namazwi abo ungawoyiki, ngenxa yokuba baneenkani+ kwaye bayahlaba+ yaye uhlala phakathi koonomadudwane.+ Amazwi abo ungawoyiki,+ ungankwantyiswa nabubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.+
2 Yivani,+ mazulu, uze ubeke indlebe, mhlaba, kuba uYehova uthethile: “Ndikhulise oonyana ndaza ndabaphakamisa,+ kodwa bona bandivukele.+
6 “Wena ke, nyana womntu, musa ukuboyika;+ namazwi abo ungawoyiki, ngenxa yokuba baneenkani+ kwaye bayahlaba+ yaye uhlala phakathi koonomadudwane.+ Amazwi abo ungawoyiki,+ ungankwantyiswa nabubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.+