Yeremiya 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba kuvakele ilizwi lesijwili livela eZiyon, lisithi:+ “Hayi indlela esiphangwe ngayo!+ Hayi indlela esizive sineentloni ngayo! Kuba silishiyile ilizwe; kuba bazilahlile iindawo zethu zokuhlala.”+ Yeremiya 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwaye amaKhaledi alwa nesi sixeko amele afike aze aphembe umlilo kwesi sixeko, asitshise+ kunye nezindlu ezo baqhumisele uBhahali umbingelelo phezu kophahla lwazo baza bathulula umnikelo othululwayo kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.’+
19 Kuba kuvakele ilizwi lesijwili livela eZiyon, lisithi:+ “Hayi indlela esiphangwe ngayo!+ Hayi indlela esizive sineentloni ngayo! Kuba silishiyile ilizwe; kuba bazilahlile iindawo zethu zokuhlala.”+
29 Kwaye amaKhaledi alwa nesi sixeko amele afike aze aphembe umlilo kwesi sixeko, asitshise+ kunye nezindlu ezo baqhumisele uBhahali umbingelelo phezu kophahla lwazo baza bathulula umnikelo othululwayo kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.’+