1 Kumkani 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye wakha iindonga zendlu ngaphakathi ngamaplanga omsedare. Ukususela emgangathweni wendlu kuse emiqadini yesilingi wayaleka ngamaplanga ngaphakathi; yaye waqhubeka ewaleka umgangatho wendlu ngamaplanga ejunipha.+ 2 Kronike 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye indlu enkulu+ wayigubungela ngomthi wejunipha, waza wawugubungela ngegolide,+ wandula waleka phezu kwayo umthi wamasundu+ nemixokelelwane.+
15 Kwaye wakha iindonga zendlu ngaphakathi ngamaplanga omsedare. Ukususela emgangathweni wendlu kuse emiqadini yesilingi wayaleka ngamaplanga ngaphakathi; yaye waqhubeka ewaleka umgangatho wendlu ngamaplanga ejunipha.+
5 Yaye indlu enkulu+ wayigubungela ngomthi wejunipha, waza wawugubungela ngegolide,+ wandula waleka phezu kwayo umthi wamasundu+ nemixokelelwane.+