Isaya 32:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba inqaba yokuhlala ilahliwe,+ isiphithiphithi sesixeko sishiyiwe; iOfeli+ nemboniselo ziya kuba yimihlaba engenanto, kangangexesha elingenammiselo ukugcoba kwamaqwarhashe, idlelo lemihlambi; Yeremiya 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Iingonyama ezintsha ezinesingci ziyagquma nxamnye naye;+ ziye zalikhupha ilizwi lazo.+ Yaye ilizwe lakhe zihamba zilenza into yokukhwankqiswa. Izixeko zakhe bazitshisile, khon’ ukuze kungabikho mmi.+ Mika 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke ngenxa yenu iZiyon iya kulinywa njengentsimi nje, neYerusalem iya kuba yimfumba nje yamanxuwa,+ nentaba yendlu iya kuba njengeendawo eziphakamileyo zehlathi.
14 Kuba inqaba yokuhlala ilahliwe,+ isiphithiphithi sesixeko sishiyiwe; iOfeli+ nemboniselo ziya kuba yimihlaba engenanto, kangangexesha elingenammiselo ukugcoba kwamaqwarhashe, idlelo lemihlambi;
15 Iingonyama ezintsha ezinesingci ziyagquma nxamnye naye;+ ziye zalikhupha ilizwi lazo.+ Yaye ilizwe lakhe zihamba zilenza into yokukhwankqiswa. Izixeko zakhe bazitshisile, khon’ ukuze kungabikho mmi.+
12 Ngoko ke ngenxa yenu iZiyon iya kulinywa njengentsimi nje, neYerusalem iya kuba yimfumba nje yamanxuwa,+ nentaba yendlu iya kuba njengeendawo eziphakamileyo zehlathi.