IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 28:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 “Wobenzela oonyana baka-Aron imiwunduzo,+ ubenzele nemibhinqo, ubenzele kwanezigqubuthelo zentloko+ ukuze babe nozuko nomfaneleko.+

  • Eksodus 29:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Wothi ke ngoko usondeze oonyana bakhe uze ubambese ngemiwunduzo.+

  • Levitikus 8:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wabasondeza ke uMoses oonyana baka-Aron,+ wabambesa imiwunduzo, wababhinqisa umbhinqo,+ wabathandela ngesigqubuthelo sentloko,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.

  • Hezekile 44:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye xa bephuma besiya kwintendelezo engaphandle, kwintendelezo engaphandle besiya ebantwini, bafanele bahlube izambatho zabo ababelungiselela ngazo,+ bazibeke emagumbini okudlela angcwele+ baze bambathe ezinye izambatho, ukuze bangabangcwalisi abantu ngezambatho zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share