Isaya 17:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Akayi kukhangela ezibingelelweni,+ umsebenzi wezandla zakhe;+ yaye akayi kondela nakoko kwenziwe yiminwe yakhe, nokuba kukwizibonda ezingcwele okanye kwiziganga zeziqhumiso.+
8 Akayi kukhangela ezibingelelweni,+ umsebenzi wezandla zakhe;+ yaye akayi kondela nakoko kwenziwe yiminwe yakhe, nokuba kukwizibonda ezingcwele okanye kwiziganga zeziqhumiso.+