IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 40:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Landula ilifu+ layigubungela intente yokuhlangana, bathi nobuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba.

  • 1 Kumkani 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwathi xa ababingeleli bephuma kwindawo engcwele, ilifu+ lazalisa indlu kaYehova.

  • 2 Kronike 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 kwaye ababingeleli abazange bakwazi ukuma belungiselela ngenxa yelifu;+ kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaTHIXO oyinyaniso.

  • Isaya 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Enye yathi kwenye: “Ungcwele, ungcwele, ungcwele uYehova wemikhosi.+ Buzalise umhlaba wonke ubuqaqawuli bakhe.”

  • Hezekile 44:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngoku ke yandisa ngendlela yesango lasemntla phambi kweNdlu, ukuze ndibone, yaye, khangela! ubuqaqawuli bukaYehova babuzalise indlu kaYehova.+ Ndaza ke ndawa ngobuso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share