2 Kumkani 21:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwakukho negazi elimsulwa elininzi elaphalazwa+ nguManase, de wayizalisa iYerusalem ukusuka kwelinye icala kuse kwelinye, ngaphandle kwesono sakhe awamonisa ngaso uYuda ngokwenza okubi emehlweni kaYehova.+ Yeremiya 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+ Hezekile 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yeha kuso isixeko sezenzo zophalazo-gazi!+ Nam ndiya kuyenza ibe nkulu imfumba.+ Mateyu 23:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 yaye nithi, ‘Ukuba sasikho ngemihla yookhokho bethu, sasingayi kuba nasabelo nabo kwigazi labaprofeti.’+
16 Kwakukho negazi elimsulwa elininzi elaphalazwa+ nguManase, de wayizalisa iYerusalem ukusuka kwelinye icala kuse kwelinye, ngaphandle kwesono sakhe awamonisa ngaso uYuda ngokwenza okubi emehlweni kaYehova.+
34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+
9 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yeha kuso isixeko sezenzo zophalazo-gazi!+ Nam ndiya kuyenza ibe nkulu imfumba.+
30 yaye nithi, ‘Ukuba sasikho ngemihla yookhokho bethu, sasingayi kuba nasabelo nabo kwigazi labaprofeti.’+