IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 14:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ufungile uYehova wemikhosi,+ esithi: “Ngokuqinisekileyo kanye njengoko ndicinge ngako, koba njalo; kube kanye njengoko ndigqibe ngako,+

  • Isaya 55:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+

  • IZililo 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 UYehova ukwenzile oko wayenako engqondweni.+ Ulifezile ilizwi lakhe,+

      Oko wayekuyalele kwakwimihla yakudala.+ Uchithile yaye akabonisanga mfesane.+

      Yaye ubangela utshaba lube nemihlali ngenxa yakho.+ Ulwenze lwaphakama uphondo lweentshaba zakho.+

  • Daniyeli 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.

  • Zekariya 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, ngokubhekisele kumazwi am nemimiselo yam endayiyalela abakhonzi bam, abaprofeti,+ ayizange ibafumane na ooyihlo?’+ Ngoko babuya baza bathi: ‘Kanye njengoko uYehova wemikhosi wayecinge ukwenza kuthi,+ wenze kuthi ngokweendlela zethu nangokwezenzo zethu.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share