Yeremiya 33:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Kule ndawo iyinkangala engenamntu kwanesilwanyana sasekhaya+ nakuzo zonke izixeko zayo kuseza kubakho idlelo labalusi ababuthisela kulo umhlambi.’+ Hezekile 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kusolulela nakwelakwaEdom+ isandla sam ndize ndinqumle kulo umntu nesilwanyana sasekhaya,+ ndilenze libe yindawo ephanzileyo ukususela kwaTeman,+ kuse nakwaDedan.+ Baya kuwa likrele. Hoseya 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+ Zefaniya 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.
12 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Kule ndawo iyinkangala engenamntu kwanesilwanyana sasekhaya+ nakuzo zonke izixeko zayo kuseza kubakho idlelo labalusi ababuthisela kulo umhlambi.’+
13 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kusolulela nakwelakwaEdom+ isandla sam ndize ndinqumle kulo umntu nesilwanyana sasekhaya,+ ndilenze libe yindawo ephanzileyo ukususela kwaTeman,+ kuse nakwaDedan.+ Baya kuwa likrele.
3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+
3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.