ABagwebi 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uSamson wathi kubo: “Makhe ndivakaliseiqhina kuni.+ Ukuba niye nandixelela lona ngezi ntsuku zisixhenxe+ zesidlo nize nilicombulule, ndiya kuninika izambatho zangaphantsi ezingamashumi amathathu nezinxibo ezingamashumi amathathu.+ IMizekeliso 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuze aqonde umzekeliso nelizwi eliyinkohla,+ amazwi abantu abazizilumko+ namaqhina abo.+
12 Waza uSamson wathi kubo: “Makhe ndivakaliseiqhina kuni.+ Ukuba niye nandixelela lona ngezi ntsuku zisixhenxe+ zesidlo nize nilicombulule, ndiya kuninika izambatho zangaphantsi ezingamashumi amathathu nezinxibo ezingamashumi amathathu.+