IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 21:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Shenxisa unkontsho, uze uphakamise ususe isithsaba.+ Oku akuyi kufana.+ Beka phezulu oko kanye kuthotyiweyo,+ uze uhlise lowo kanye uphakamileyo.+

  • Hezekile 21:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ndiya kukonakalisa, ndikonakalise, ndikonakalise.+ Nako oku ke, ngokuqinisekileyo akuyi kuba kokukabani ade afike lowo unelungelo elisemthethweni,+ yaye ndimele ndikunike yena.’+

  • Daniyeli 4:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Uthe esathetha njalo ukumkani, kwavakala ilizwi emazulwini lisithi: “Kuthiwa kuwe, Nebhukadenetsare kumkani, ‘Ubukumkani bumkile kuwe,+

  • Daniyeli 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa wathi akuba nekratshi, yakhukhumala intliziyo yakhe kukuzidla,+ wahliswa etroneni yobukumkani bakhe, sahluthwa nesidima sakhe kuye.+

  • Luka 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Eneneni, izembe sele libekiwe engcanjini yemithi; wonke umthi, ke ngoko, ongavelisi siqhamo sihle uya kugawulwa uze uphoswe emlilweni.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share