INdumiso 59:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, khangela! Balalele umphefumlo wam;+Abo bomeleleyo bayandihlasela,+Ndingavukelanga, yaye ndingonanga, Yehova.+ INdumiso 94:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Iya kumanyana nawe na itrone ebangela iinkxwaleko+Ngoxa iyila inkathazo ngommiselo?+
3 Kuba, khangela! Balalele umphefumlo wam;+Abo bomeleleyo bayandihlasela,+Ndingavukelanga, yaye ndingonanga, Yehova.+