Numeri 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ‘UYehova, ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ oxolela isiphoso nokunxaxha,+ kodwa ongakhe amsindise ofanelwe kukohlwaywa,+ ozisa isohlwayo sesiphoso sooyise koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.’+ INdumiso 86:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+
18 ‘UYehova, ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ oxolela isiphoso nokunxaxha,+ kodwa ongakhe amsindise ofanelwe kukohlwaywa,+ ozisa isohlwayo sesiphoso sooyise koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.’+
5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+