IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 12:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+

  • Yobhi 33:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ephupheni,+ embonweni+ wasebusuku,

      Xa abantu befikelwe bubuthongo obunzulu,

      Xa besozela emandlalweni.+

  • INdumiso 25:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ukusondelelana noYehova kokwabo bamoyikayo,+

      Kwanomnqophiso wakhe, ubabangela bawazi.+

  • Daniyeli 2:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Noko ke, kukho uThixo emazulwini onguMtyhili weemfihlelo,+ yaye umazisile uKumkani uNebhukadenetsare okuya kwenzeka ekupheleni kwemihla.+ Iphupha lakho nemibono yentloko yakho emandlalweni wakho—nali:

  • 1 Korinte 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba ngubani na phakathi kwabantu ozaziyo izinto zomntu ngaphandle komoya+ womntu okuye? Ngoko, akukho bani ufikelele ekuzazini izinto zikaThixo, ngaphandle komoya+ kaThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share