IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 22:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Amandla am omile njengeceba lengqayi,+

      Nolwimi lwam lunamatheliswe ezintsinini zam;+

      Yaye wena undibeka eluthulini lokufa.+

  • Isaya 53:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Uthatyathiwe ngenxa yothintelo nomgwebo;+ yaye ngubani na oya kuzixhalabisa ngeenkcukacha zesizukulwana sakhe?+ Kuba wahlukaniswa+ nelizwe labaphilileyo.+ Wafumana umvumbo ngenxa yokunxaxha+ kwabantu bakowethu.+

  • Isaya 53:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngenxa yeso sizathu ndiya kumahlulela isahlulo phakathi kwabaninzi,+ yaye uya kwahlulelana ngexhoba nabo banamandla,+ ngenxa yokuba wawuphalaza umphefumlo wakhe ukusa kanye ekufeni,+ wabalelwa kwabanxaxhayo;+ kwaye yena wathwala isono sabantu abaninzi,+ yaye wabathethelela abo banxaxhayo.+

  • Mateyu 26:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Niyazi ukuba kwiintsuku ezimbini ukususela ngoku kuza kubakho ipasika,+ yaye uNyana womntu uza kunikelwa ukuba abethelelwe.”+

  • Luka 24:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kwakungeyomfuneko na ngoKRISTU ukubandezeleka+ zezi zinto nokungena kuzuko lwakhe?”+

  • 1 Korinte 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ndanikezela kuni, phakathi kwezinto zokuqala, oko nam ndakwamkelayo,+ okokuba uKristu wafela izono zethu, ngokutsho kweZibhalo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share