Luka 19:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngenxa yokuba kuya kuza phezu kwakho imihla yaxa iintshaba zakho ziya kwakha inqaba+ zikujikeleze ngezibonda ezibaziweyo+ yaye ziya kukurhawula+ zize zikubandezele+ macala onke, Luka 21:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ngapha koko, xa niyibona iYerusalem ingqongwe+ yimikhosi emise iintente, yazini ke ukuba kusondele ukuphanziswa kwayo.+
43 Ngenxa yokuba kuya kuza phezu kwakho imihla yaxa iintshaba zakho ziya kwakha inqaba+ zikujikeleze ngezibonda ezibaziweyo+ yaye ziya kukurhawula+ zize zikubandezele+ macala onke,
20 “Ngapha koko, xa niyibona iYerusalem ingqongwe+ yimikhosi emise iintente, yazini ke ukuba kusondele ukuphanziswa kwayo.+