IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Buya umva, uthi kuHezekiya inkokeli+ yabantu bam, ‘Utsho uYehova uTHIXO+ kaDavide ukhokho wakho ukuthi: “Ndiwuvile+ umthandazo wakho.+ Ndizibonile iinyembezi zakho.+ Yabona ndiyakuphilisa.+ Ngomhla wesithathu uya kunyuka uye endlwini kaYehova.+

  • Isaya 26:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Abafileyo bakho baya kuphila.+ Izidumbu zakowethu—ziya kuvuka.+ Vukani nize nimemelele ngovuyo, nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu+ unjengombethe wemifuno,+ nomhlaba uya kubangela bazalwe kwanabo bangenamandla ekufeni.+

  • Hezekile 37:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ‘Kwaye ndiza kufaka umoya wam kuni, nize nibuyele ebomini,+ yaye ndiza kunihlalisa emhlabeni wenu; nazi ukuba mna, Yehova, ndithethile yaye ndikwenzile oko,’ utsho uYehova.”+

  • 1 Korinte 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 wangcwatywa,+ waza wavuswa+ ngomhla wesithathu,+ ngokutsho kweZibhalo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share