IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 30:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwaye ngokuqinisekileyo umntu uya kuluqhekeza njengokuqhekeza ingqayi enkulu yababumbi,+ ityunyuzwe ibe ziingceba ubani engayiyeki, kangangokuba akunakufunyanwa phakathi kweengceba zayo ezityumkileyo iceba lengqayi ekunokuthatyathwa ngalo umlilo eziko okanye lokungcwenga amanzi endaweni engumgxobhozo.”+

  • Yeremiya 22:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngaba lo mntu uKoniya+ uluhlobo nje oludelekileyo, noluqhekeziweyo,+ okanye isitya esingayolisiyo?+ Kutheni na yena nenzala yakhe bemele baphoswe phantsi baze balahlelwe kwilizwe abangalazanga?’+

  • Yeremiya 48:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 “‘Eluphahleni lonke lwakwaMowabhi nakwiindawo zakhe zembutho—zonke—sisijwili;+ kuba ndimaphule uMowabhi kanye njengesitya esingayolisiyo,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share