1 Samuweli 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wathi uYehova kuSamuweli:+ “Liphulaphule ilizwi labantu kuko konke abakutshoyo kuwe;+ kuba ingenguwe abamgatyayo, kodwa bagatye mna ukuba ndingabi ngukumkani+ phezu kwabo. 1 Samuweli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku nanku ukumkani enimnyulileyo, enimcelileyo;+ yabonani, uYehova ubeke ukumkani phezu kwenu.+
7 Ngoko wathi uYehova kuSamuweli:+ “Liphulaphule ilizwi labantu kuko konke abakutshoyo kuwe;+ kuba ingenguwe abamgatyayo, kodwa bagatye mna ukuba ndingabi ngukumkani+ phezu kwabo.
13 Ke kaloku nanku ukumkani enimnyulileyo, enimcelileyo;+ yabonani, uYehova ubeke ukumkani phezu kwenu.+