Duteronomi 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka. INdumiso 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba wena uyibonile inkathazo nengqumbo.Uqhubeka ukhangele, ukuze ubafake esandleni sakho.+Uzinikela kuwe lowo unelishwa,+ inkwenkwe engenayise.Wena ungumncedi wayo.+ INdumiso 68:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uyise wamakhwenkwe angenayise nomgwebi wabahlolokazi+NguThixo endaweni yakhe yokuhlala engcwele.+ INdumiso 146:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova ulinda abaphambukeli;+Ukhulula inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+Kodwa indlela+ yabangendawo uyenza ibe gwenxa.+ IMizekeliso 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uMkhululi wawo womelele; yena ngokwakhe uya kugweba ityala lawo kuwe.+ Yakobi 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Unqulo oluhlambulukileyo+ nolungadyobhekanga+ ngokwembono kaThixo noBawo wethu lulo olu: ukuvelela iinkedama+ nabahlolokazi+ embandezelweni yabo,+ nokuzigcina ungenabala+ kulo ihlabathi.+
18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka.
14 Kuba wena uyibonile inkathazo nengqumbo.Uqhubeka ukhangele, ukuze ubafake esandleni sakho.+Uzinikela kuwe lowo unelishwa,+ inkwenkwe engenayise.Wena ungumncedi wayo.+
9 UYehova ulinda abaphambukeli;+Ukhulula inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+Kodwa indlela+ yabangendawo uyenza ibe gwenxa.+
27 Unqulo oluhlambulukileyo+ nolungadyobhekanga+ ngokwembono kaThixo noBawo wethu lulo olu: ukuvelela iinkedama+ nabahlolokazi+ embandezelweni yabo,+ nokuzigcina ungenabala+ kulo ihlabathi.+