Yeremiya 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Luthintele unyawo lwakho lungabi ze, nomqala wakho elunxanweni.+ Kodwa wathi, ‘Akukho themba!+ Hayi, kuba ndibathandile abasemzini,+ yaye ndiza kulandela bona.’+
25 Luthintele unyawo lwakho lungabi ze, nomqala wakho elunxanweni.+ Kodwa wathi, ‘Akukho themba!+ Hayi, kuba ndibathandile abasemzini,+ yaye ndiza kulandela bona.’+