IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wokuzisa uYehova uThixo wakho kulo ilizwe ababelihluthile ooyihlo, ulidle ilifa; yaye wokwenzela okulungileyo, akwandise ngaphezu kooyihlo.+

  • Isaya 65:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngokuqinisekileyo baya kwakha izindlu baze bahlale;+ batyale izidiliya baze badle isiqhamo sazo.+

  • Yeremiya 32:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Kuseza kuthengwa izindlu namasimi nezidiliya kweli lizwe.’”+

  • Hezekile 28:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Okunene baya kuhlala ke kuwo ngonqabiseko,+ bakhe izindlu+ baze batyale izidiliya,+ yaye baya kuhlala benqabisekile+ ekubagwebeni kwam bonke abo babajikelezileyo nababagculelayo;+ bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo.”’”

  • Amosi 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share