Isaya 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba zona kanye iinkwenkwezi zamazulu namakroza azo eKesile+ akayi kukhazimlisa kukhanya kwawo; okunene ilanga liya kuba mnyama ekuphumeni kwalo, nenyanga ayiyi kukhanyisa ukukhanya kwayo. Hezekile 32:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “‘Ekucinyweni kwakho ndiya kuwagubungela amazulu ndize ndizenze mnyama iinkwenkwezi zawo. Ke lona ilanga, ndiya kuligubungela ngamafu, nenyanga ayiyi kukukhanyisa ukukhanya kwayo.+ Yoweli 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+ IZenzo 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ilanga+ liya kujikwa libe bubumnyama nenyanga ibe ligazi ngaphambi kokuba imini enkulu neyimbalasane kaYehova ifike.+
10 Kuba zona kanye iinkwenkwezi zamazulu namakroza azo eKesile+ akayi kukhazimlisa kukhanya kwawo; okunene ilanga liya kuba mnyama ekuphumeni kwalo, nenyanga ayiyi kukhanyisa ukukhanya kwayo.
7 “‘Ekucinyweni kwakho ndiya kuwagubungela amazulu ndize ndizenze mnyama iinkwenkwezi zawo. Ke lona ilanga, ndiya kuligubungela ngamafu, nenyanga ayiyi kukukhanyisa ukukhanya kwayo.+
31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+
20 ilanga+ liya kujikwa libe bubumnyama nenyanga ibe ligazi ngaphambi kokuba imini enkulu neyimbalasane kaYehova ifike.+