IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 50:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nindibize ngemini yokubandezeleka.+

      Ndiya kunihlangula, yaye niya kundizukisa.”+

  • INdumiso 91:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Uya kubiza kum, yaye ndiya kumphendula.+

      Ndiya kuba naye ekubandezelekeni.+

      Ndiya kumhlangula ndize ndimzukise.+

  • Mika 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+

  • Habhakuki 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Mna ke, ndiya kugcoba ngoYehova;+ ndiya kuvuya kuTHIXO wosindiso lwam.+

  • Filipi 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share