2 Kumkani 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula uShalum unyana kaYabheshe wenza iyelenqe+ nxamnye naye waza wamxabela+ eIbleyam+ wambulala yaye walawula esikhundleni sakhe. Hoseya 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+
10 Wandula uShalum unyana kaYabheshe wenza iyelenqe+ nxamnye naye waza wamxabela+ eIbleyam+ wambulala yaye walawula esikhundleni sakhe.
16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+