2 Kumkani 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Emva koko ukumkani waseAsiriya+ wathabathela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya waza wambeka eHala+ naseHabhore+ kuMlambo iGozan nakwizixeko zamaMedi,+ Hoseya 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+
11 Emva koko ukumkani waseAsiriya+ wathabathela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya waza wambeka eHala+ naseHabhore+ kuMlambo iGozan nakwizixeko zamaMedi,+
16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+